Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

INGOMA 58

Sikhangela Abantu Abathanda Uxolo

Sikhangela Abantu Abathanda Uxolo

(Luka 10:6)

  1. 1. UYesu wathi: ‘Shumayelani.’

    Ehlotyeni, ebusika,

    Wayeshumayela rhoqo.

    Wayebathanda bonke abantu.

    Imin’ yonke

    wayekhangela ez’misele.

    Kwindlu ngendlu, estratweni,

    Sithetha nabantu bonke

    Ngazo iindaba ezilungileyo.

    (CHORUS)

    Sikhangela

    Bonke abathanda uxolo.

    Sikhangela

    Abo bafuna usindiso.

    Sikhangela

    Siz’misele.

  2. 2. Siyaqhubeka nokukhangela.

    Siz’misele ukunceda

    Bonke abasamkelayo.

    Siyabathanda bonke abantu.

    Sibanika imfundiso

    enik’ ithemba.

    Sikhangela abanomdla.

    Nokuba ngumntu nje omnye

    Siyamnceda simfundise sivuya.

    (CHORUS)

    Sikhangela

    Bonke abathanda uxolo.

    Sikhangela

    Abo bafuna usindiso.

    Sikhangela

    Siz’misele.