INGOMA 60
Masibancede Abantu Basinde
-
1. Bancede bonke
abantu beve ngoThixo
Kub’ imini
yomsindo wakhe isondele.
(CHORUS)
Bazosinda bonk’ abantu
Abasimamelayo.
Kanti nathi sizosinda
Ukuba sinced’ abanye
Basinde.
-
2. Siyashumayela
ehlabathini lonke.
Simema abantu
babuyele kuThixo.
(CHORUS)
Bazosinda bonk’ abantu
Abasimamelayo.
Kanti nathi sizosinda
Ukuba sinced’ abanye
Basinde.
-
3. Simele sibazise.
Inyaniso bonk’ abantu.
Simele sifundise
Inyanis’ enik’ ubomi.
(CHORUS)
Bazosinda bonk’ abantu
Abasimamelayo.
Kanti nathi sizosinda
Ukuba sinced’ abanye
Basinde.
(Funda nezi: 2 Kron. 36:15; Isa. 61:2; Hez. 33:6; 2 Tes. 1:8.)