INGOMA 85
Yamkelanani
-
1. UThixo wethu usimemile
Ukuze sifundiswe nguye.
Usebenzisa iLizwi lakhe.
Ngoko masamkele imfundiso yakhe.
-
2. Siyambulela uThixo wethu
Ngokusinika abadala
Abasamkela ngomoya omhle.
Yaye samkela nonke enizileyo.
-
3. UYa umema bonke abantu
Bafunde inyaniso ngaye.
Nguye osimemileyo apha.
Ngoko ke masamkelaneni ngothando.
(Funda nezi: Yoh. 6:44; Fil. 2:29; ISityhi. 22:17.)