INGOMA 98
IZibhalo—Ziphefumlelwe NguThixo
-
1. UThixo ngeLizwi lakhe
Uyasikhanyisela.
Ufundisa inyaniso,
Yona esikhululayo.
-
2. Sifunda eZibhalweni,
Iindlela zikaThixo.
Ngoko ke masizifunde,
Ukuze sikhuthazeke.
-
3. UThixo uyasithanda,
Sibona ngeZwi lakhe.
Xa sihlala silifunda,
Soze simlahle uThixo.
(Funda nezi: INdu. 119:105; IMize. 4:13.)