Amandla KaYehova
Dawunlowuda:
1. Ow Yehova, ndineengxaki,
Ezinzima, andinamandla.
Ndicel’ uncedo, ndiyaz’ ukba
Uzondiva
Undiph’ amandla.
(PRE-CHORUS)
Ndicela,
Umoya wakh’ oyingcwele.
(CHORUS)
Ngamandla akho,
Ndingawel’ imilambo emikhulu.
Ndinganyuk’ iintab’ eziphakamileyo,
Ngamandla kaYehova,
Ngamandla kaYehova.
2. Amandl’ akho Thixo wam,
Andinceda ndincede nabanye.
Baye bazi ukuba uhlal’ ukhona,
Uyasithanda.
(PRE-CHORUS)
Ndicela,
Umoya wakh’ oyingcwele.
(CHORUS)
Ngamandla akho,
Ndingawel’ imilambo emikhulu.
Ndinganyuk’ iintab’ eziphakamileyo,
Ngamandla kaYehova,
Ngamandla kaYehova.
(CHORUS)
Ngamandla akho,
Ndingawel’ imilambo emikhulu.
Ndinganyuk’ iintab’ eziphakamileyo,
Ngamandla kaYehova,
Ngamandla kaYehova,
Ngamandla kaYehova,
Ngamandla kaYehova.