Indalo Yakho Iyasichukumisa
1. Iintaka zitsho kamnand’ ekuseni.
Neenkwenkwezi sele ziyokusithela.
Ilanga likhanya ngapha kwemithi,
Apho kukho umoya otsho kamnandi
(PRE-CHORUS)
Owu Yehova Thixo, Ozukileyo
Indalo yakho yas’khwankqisa. Nditsho ndibone
Uthando onalo ngabantu.
(CHORUS)
Indal’ indenza, ndikuculele.
Indal’ indenza, ndiku... ndik’culele.
Ndik’culele
2. Izilwanyana ozidalileyo
Zenz’ izandi ezahlukahlukeneyo
Kwiintaba nasenzulwini zolwandle
Indalo yonke mayikudumise.
(PRE-CHORUS)
Owu Yehova Thixo, Ozukileyo
Indalo yakho yas’khwankqisa. Nditsho ndibone
Uthando onalo ngabantu.
(CHORUS)
Indal’ indenza, ndiku...ndikuculele.
Indal’ indenza, ndiku...ndikuculele.
Ndik’culele
(BRIDGE)
Ukujong’ indal’ oyenzileyo,
Kusenza sikwazi ukuba uye wayidala.
(PRE-CHORUS)
Owu Yehova Thixo, Ozukileyo
Indalo yakho yas’khwankqisa. Nditsho ndibone
Uthando onalo ngabantu.
(CHORUS)
Indal’ indenza, ndiku...ndikuculele.
Indal’ indenza, ndiku...ndikuculele.
Indal’ indenza, ndiku...ndikuculele.
Indal’ indenza, ndikuculele.
Indal’ indenza, ndiku...ndikuculele.
Ndik’culele