Izinto Ezibalulekileyo
1. Mihla le kufuneka senz’ ukhetho
Uk’ba somphilela njan’ uYehova.
Sikhe sihlale nabahlobo bethu,
Kodwa asiphileli oko kuphela.
(CHORUS)
Kufunek’ ixesha lokuba sithandaze, uk’funda—.
Nokuznikela
UYehova si-mbek’ ekuqaleni.
Lahl’ imithwalo esindayo.
Cinge ngoko sifun’ ukukwenza.
Siqale ngezint’ ezibalulek’leyo
2. Ubomi bunzima snamatyala
Anok’senza siphelelwe lukholo
Kodw’ iintsapho zethu z’yasidinga.
Ukuba sizincede zenze inkqubela
(CHORUS)
Kufunek’ ixesha lokuba sithandaze, uk’funda—
Nokuznikela.
UYehova si-mbek’ ekuqaleni.
Lahl’ imithwalo esindayo.
Cinge ngoko sifun’ ukukwenza.
Siqale ngezint’ ezibalulek’leyo.
(CHORUS)
Kufunek’ ixesha lokuba sithandaze, uk’funda—
Nokuznikela.
UYehova si-mbek’ ekuqaleni.
Lahl’ imithwalo esindayo.
Cinge ngoko sifun’ ukukwenza.
Siqale ngezint’ ezibalulek’leyo