Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Mxelele

Mxelele

Dawunlowuda

  • Lead Sheet

  1. 1. Ndiqonde izolo,

    Ukuba unengxaki.

    UThixo unawe

    Hlala ukhumbula.

    (PRE-CHORUS)

    Ungoyiki.

    Xa kunzima ukhona.

    (CHORUS)

    Themb’ uYehova, ungancami.

    Xa kunzima, thetha naye.

    Akuncede, akuve.

    Uyayaz’ intlungu yakho.

    Sukuy’gcina kuwe.

    Mxelele. Mxelele. Mxelele

  2. 2. Phakamis’ amehlo,

    Ak’lilwa konwatyiwe,

    S’yavuya, kumnandi

    Kub’ uYesu was’fela.

    (PRE-CHORUS)

    Kodwa ngoku,

    Masibe sinyamezela

    Zipho

    (CHORUS)

    Se kuYehova iingxaki.

    Xa kunzima s’thethe naye.

    S’thandaze kuy, ukhona.

    Uyayaz’ intlungu yethu.

    Sukuy’gcina kuwe.

    Mxelele. Mxelele. Mxelele.

    (CHORUS)

    Themb’ uYehova, ungancami.

    Xa kunzima, thetha naye.

    Thandaza kuy, zakuva.

    Uyayaz’ intlungu yethu.

    Sukuy’gcina kuwe.

    Mxelele. Mxelele. Mxelele.

    Mxelele. Mxelele.