Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Ndiyayazi Indawo Yam

Ndiyayazi Indawo Yam
  1. 1. Wonke umntu, ingathi kum,

    Uyazazi ufunani.

    Ndiyakwazi ok’hle nok’bi;

    Nendawo yam ndiyayazi.

    Kumnandi ukwazi apho

    Ndifanele ndiye khona

    Ndifumane abahlobo

    Abaza kundikhuthaza.

    (CHORUS)

    Ndiqinsekile

    Ndeyisekile.

    Nguwe Yehova

    Oyondinceda

    Ndiyazi indawo yam.

  2. 2. Andithandabuzi uk’ba

    Ndilapho bendifanele.

    Ndiyayifunda. IBhayibhile.

    Iyandinceda ukuba

    Ndazi bafumaneka phi

    Abahlobo bokwenene.

    Balungile; basisipho

    Endisinikwe nguThixo.

    (CHORUS)

    Ndiqinsekile

    Ndeyisekile.

    Nguwe Yehova

    Oyondinceda

    Ndiyazi indawo yam.