Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Sibuka Okwenz’leyo

Sibuka Okwenz’leyo
  1. 1. SineBhayibhile, inyaniso nokunye.

    Ngenxa yoko sele kwenziwe buBukumkani

    Ikhobok’ elithembek’leyo liyasinceda

    Lithumel’ abadal’ abasalusa ngothando.

    Emihlanganweni sifundiswa ok’ninzi.

    Sibuya sisithi ibisemagqabini le

    Kwiintlanganiso ndiyaluva uthando lwakho

    Ndifunde nokushumayela ngokuzeleyo.

    (CHORUS)

    Sibuk’ okwenz’leyo

    Nokwenz’we buBukumkani.

    Siyabuxabisa.

    Siba nokholo xa sazi ukuba unjani.

    Silind’ iintsikelel’ eziza noBukumkani.

  2. 2. Usinik’ inyhweba yokusebenza nawe,

    Ukshumayela kusenza sibonis’ uthando.

    Amandla akho okuqonda noxolo lwengqondo

    Zisifundis’ oklungileyo, nendlel’ okuphila.

    Iingom’ ezimnandi zivez’ ok’sentliziyweni

    Iingokuhlwa zonqulo lwentsapho ziyasnceda.

    Ukumanyana kwethu nakuba siziintlanga,

    Kubonis’ ukuba sahlukil’ ehlabathini.

    (CHORUS)

    Sibuk’ okwenz’leyo

    Nokwenz’we buBukumkani.

    Siyabuxabisa.

    Siba nokholo xa sazi ukuba unjani.

    Silind’ iintsikelel’ eziza noBukumkani.