Siyakubulela
1.Xa ndingenalo
Xolo lwengqondo,
Uyandiva.
Ndiyakubulela.
2.Xa ndinengxaki,
Noba zinjani,
Uyandiva,
Ndiyakubulela.
3.Masingaxhaleli kwanantoni na.
Uya kusikhusel’ ukuba
Sikuthembile ukuba
4.Wosinika uxolo
Naxa kunzima.
Ze siphile,
Siyakubulela.
5.Siyazi unyanisekile.
Enkos’ ngokusinyamekela.