Thandaza
1. Ak’kho lula xa unengxaki
Uziva utyhafile ungenamandla.
Ungahoyi oosingabahlobo.
Thandaza kuYehova—
Ngaphakathi.
(CHORUS)
Sukunikezela.
Thembela ngoYehova.
Uzophumelela
Ubuyathandaza
Xa libhekumoya,
Uza kuba kunye nathi.
Soz’ asishiye, mthembe
Vela uthandaze.
Vumel’ uThixo.
Akukhokele.
2. Yonk’ imihla siba neengxaki.
Sinamatyala ibe imal’ ingekho.
Kodwa ukupha kuyas’vuyisa
Ukuba sivuyisa—
Omnye umntu.
(CHORUS)
Ungatha-ndabuzi.
Thembela ngoYehova.
Uya kusinceda
Ba siyathandaza.
Sakubon’ ukuba.
Ebesoloko enathi.
Oko ebesikhokela.
Vela uthandaze.
Vumel’ uThixo.
Akukhokele.
(CHORUS)
Thembela ngoYehova.
Uya kusinceda
Ba siyathandaza.
Sakubon’ ukuba.
Ebesoloko enathi.
Oko ebesikhokela.
Vel’ um’ uthandaze.
Vuyis’ uThixo.
Hlal’ umbulela.