Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Thob’ Isantya

Thob’ Isantya
  1. 1.Khawuleza, suk’baleka

    Ak’lulanga xa wonwabile.

    Kodwa asikhuphisani;

    Xa sikunye nabahlobo bethu

    (CHORUS)

    Thob’ isantya.

    Kunandiph’ okwenzayo.

    Wuthand’ umsebenz’ wakho.

    Thob’ isantya.

  2. 2.Ulindelwe zizinto—

    Nabantu bafuna uncedo​—

    Kufuneka ubancede.

    Thand’ abahlobo;

    Ubaxelele.

    (CHORUS)

    Thob’ isantya.

    Kunandiph’ okwenzayo.

    Wuthand’ umsebenz’ wakho.

    Thob’ isantya.

  3. 3.Uleqa entsimini.

    Awazi nok’ba ukhona umntu.

    Jonga abakudlulayo.

    Mhlawumbi,

    Ungamfumana onomdla.

    (CHORUS)

    Thob’ isantya.

    Kunandiph’ okwenzayo.

    Wuthand’ umsebenz’ wakho.

    Thob’ isantya.

    Ow. Thob’ isantya!