“Yiba Ngumntu Obuka Iindwendwe”
1.Sinokutya okanye siphunge
Sincokol’ okanye sidlale.
NguYehova osinike konke es’nako.
Nathi singanako
(CHORUS)
“Yiba ngumntu obuka iindwendwe.”
NjengoThixo wethu.
Babuke ungakhethi ubuso.
Luthando ke olo.
2. Le ndlu sinayo siyinikwe nguBawo wethu.
Ikhona ni ngxaki ngokunceda abanye?
Soba novuyo olubangelwa kukupha!
Bub’Kristu obo.
(CHORUS)
“Yiba ngumntu obuka iindwendwe.”
NjengoThixo wethu.
Babuke ungakhethi ubuso.
Luthando ke olo.
(BRIDGE)
Abanye abanazinto.
Masabelaneni.
Ibamoshile intlekele.
Sak’banceda na?
Masivule amakhaya ethu s’bancede?
Sibe nob’bele.
(CHORUS)
“Yiba ngumntu obuka iindwendwe.”
NjengoThixo wethu.
Babuke ungakhethi ubuso.
Luthando ke olo.
Luthando ke olo.
Luthando ke olo.