Izinto Ozimisele Ukumenzela Zona UYehova
AmaNgqina KaYehova aye ancedwa yiBhayibhile ukuze ukholo lwawo lomelele, aze akwazi ukuzenza izinto abe zimisele ukumenzela zona uYehova.
UCameron Uphila Obona Bomi Bumnandi
Ngaba ufuna ukuphila ubomi obanelisayo? Phulaphula njengoko uCameron esibalisela indlela awalufumana ngayo ulwaneliseko kwindawo ebengakhange ayilindele.
Bazinikela Bengaqhutywa Mntu
Oodade abaninzi abaye bakhonza kumazwe asemzini babethandabuza ekuqaleni. Basiqwebe njani isibindi? Yintoni abayifundileyo ngokukhonza kumazwe asemzini?
Bazinikela Ngokuvumayo EAlbania NaseKosovo
Ziintoni ezivuyisayo ezincede aba bazalwana noodade banyamezela nangona beneengxaki?
Bazinikela Ngokuvumayo—EBrazil
Funda amava akhuthazayo abo baye bafudukela kwezinye iindawo ukuze bakhonze uYehova ngokuzinikela.
Bazinikela Ngokuvumayo—EGhana
Ukukhonza apho kukho indingeko yabavangeli boBukumkani, kunamahla-ndinyuka, kodwa kukwanazo neengenelo ezininzi.
Babekuvuyela Ukuyokunceda EGuyana
Sinokufunda ntoni kwaba bazalwana? Ezi zinto sizifunda kubo zinokukunceda njani ukuba ufuna ukuyokushumayela kwindawo edinga abavakalisi abaninzi?
Bazinikela Bengaqhutwa Mntu—EMadagascar
Makhe sikwazise kwabanye abashumayeli abaye bazinikela ukuze bancede ekuxeleleni abantu ngomyalezo ongoBukumkani kwintsimi enkulu yaseMadagascar.
Bazinikela Ngokuvumayo—EMicronesia
Abo basuka kumazwe asemzini abakhonza kwiziqithi zePasifiki badla ngokujongana nemiqobo emithathu. Aba bashumayeli boBukumkani bayoyisa njani le miqobo?
Bazinikela Bengaqhutywa Mntu—EMyanmar
Yintoni eyabangela ukuba amaNgqina amaninzi ashiye amakhaya awo aye kuncedisa kumsebenzi wokushumayela eMyanmar?
Bazinikela Ngokuvumayo—ENew York
Yintoni enokwenza isibini esinento yonke sishiye ipomakazi ukuze siye kuhlala kwigunjana elincinane?
Bazinikela Ngokuzithandela—ENorway
Kwenzeka njani ukuba umbuzo abangawulindelanga ubabangele ukuba baye kukhonza apho kufuneka abavakalisi abangakumbi?
Bazinikela Ngokuvumayo KwiiPhilippines
Funda ngesizathu sokuba abanye beye bashiya imisebenzi yabo, bathengisa izinto zabo baza kuphila ubomi obulula kwiiPhilippines.
Bazinikela Ngokuvumayo—ETaiwan
Angaphezu kwe-100 amaNgqina kaYehova afudukele apha ukuze aze kukhonza kwindawo efuna abavakalisi boBukumkani abangakumbi. Funda ngamava abo nangamacebiso anokukunceda uphumelele.
Bazinikela Bengaqhutywa Mntu—ETurkey
Ngo-2014, kwaphunywa iphulo elikhethekileyo lokuya kushumayela eTurkey. Kwakutheni ukuze kulungiselelwe eli phulo? Waba yintoni umphumo?
Bazinikela Ngokuvumayo—ENtshona Afrika
Yintoni eqhuba abanye ukuba bafuduke eYurophu baye eNtshona Afrika, ibe kube naliphi igalelo oko kubo?
Senza Isigqibo Sokuphila Ngezinto Ezimbalwa
Intetho eyanikelwa endibanweni yanceda umzalwana nenkosikazi yakhe baseColombia bacinga ngeyona nto imele ize kuqala ebomini babo.
Yinto Endiza Kuyithini Le Ndizifake Kuyo?
Funda indlela umvangeli waseBenin awayifunda ngayo intetho yezandla ukuze ancede abantu abangevayo basondele kuThixo.
Ukhetho Endalwenza Ndisemncinane
Umfana oselula waseColumbus, eOhio, eUnited States wagqiba kwelokuba afunde isiKhambodiya. Ngoba? Olu khetho lwamnceda njani kwikamva?