Isitshingitshane KwiiPhilippines—Ukholo Loyisa Ubunzima
Bukela oko kubaliswa ngabantu abasindayo.
Eminye Imixholo
Xa Wehlelwe Yinto Ebuhlungu Uxolo Nolonwabo Ukunceda Abantu Imisebenzi YamaNgqina KaYehovaMhlawumbi Ungayithanda Nale
UKUNCEDA ABANTU
Xa Kukho Intlekele, Uthando Lusiqhubela Esenzweni
Kumazwe amaninzi, amaNgqina kaYehova anikela uncedo olufunekayo.
EZISEMATHENI
Amaxhoba ENkanyamba Anezindlu Ezintsha
AmaNgqina kaYehova aqalisa umsebenzi omkhulu wokwakha izindlu ezimalunga neziyi-750 ezibhodlozwe yiNkanyamba uHaiyan.
EZISEMATHENI
INKCAZELO EYONGEZELELEKILEYO: AmaNgqina KaYehova Alungiselela Ukunceda Emva KweSitshingitshane Esikhulu UHaiyan
Kunikelwa uncedo kwiiPhilippines. Olu ncedo luquka amavolontiya kunye nezinto zokunceda ezingaphezu kweetoni eziyi-190.
EZISEMATHENI
INkanyamba Enkulu UHaiyan Intlitha UMbindi WePhilippines
Inkanyamba enkulu ibulele abantu abaninzi yaza yonakalisa namakhaya abantu. AmaNgqina kaYehova asebenzisana namagunya asekuhlaleni ukuze ancede ngexesha lentlekele.
UKUNCEDA ABANTU
Izikhukula ZaseAlberta
AmaNgqina kaYehova ancedise njani kwizikhukula zaseAlberta, eKhanada?
UKUNCEDA ABANTU