Yiya kwinkcazelo

Ukuthorisha EBheteli

Siyakumema ukuba uzokuthorisha kwii-ofisi zethu, ezaziwa ngokuba yiBheteli. Kwezinye ii-ofisi zethu ungakwazi ukuthorisha kungekho mntu ukuncedisayo.

Ukuthorisa KumaSebe Kuphinda Kuvumeleke: Kumazwe amaninzi, kuza kuphinda kuqaliswe ukuthorishwa ngoJuni 1, 2023. Ukuze wazi ezinye iinkcukacha, thetha nesebe ofuna ukuya kulo. Ukuba unekhorona, ingqele okanye kubonakala ngathi unefiva, okanye ukuba ubukhe wadibana nomntu ekuye kwathiwa unekhorona, sicela ungezi.

ECentral African Republic

58 rue du Stade Boganda

BANGUI

CENTRAL AFRICAN REPUBLIC

+236 21-61-20-70

+236 21-61-89-25

+236 70-11-08-00

Ukukhenketha eBheteli

NgoMvulo ukusa ngoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ku-11:00 a.m.

Kuthabatha iyure

Ezona zinto ziboniswayo

Kwalathiswa umsebenzi wamaNgqina kaYehova wokufundisa iBhayibhile nokwakhiwa kweeHolo zoBukumkani ezikwiCentral African Republic naseChad. Kuguqulelwa iincwadi ezithetha ngeBhayibhile ngesiSango nangezinye iilwimi ezisixhenxe.

Zikhuphelele incwadana yabakhenkethi.