Yiya kwinkcazelo

Ukuthorisha EBheteli

Siyakumema ukuba uzokuthorisha kwii-ofisi zethu, ezaziwa ngokuba yiBheteli. Kwezinye ii-ofisi zethu ungakwazi ukuthorisha kungekho mntu ukuncedisayo.

Ukuthorisa KumaSebe Kuphinda Kuvumeleke: Kumazwe amaninzi, kuza kuphinda kuqaliswe ukuthorishwa ngoJuni 1, 2023. Ukuze wazi ezinye iinkcukacha, thetha nesebe ofuna ukuya kulo. Ukuba unekhorona, ingqele okanye kubonakala ngathi unefiva, okanye ukuba ubukhe wadibana nomntu ekuye kwathiwa unekhorona, sicela ungezi.

ECôte d’Ivoire

Rue J-58 - Lot 1758

Deux-Plateaux

3ème tranche, Vallon

ABIDJAN

CÔTE D’IVOIRE

+225 2241-3606

Ukukhenketha eBheteli

NgoMvulo ukusa ngoLwesihlanu

Ngo-2:00 p.m. ukusa ku-4:00 p.m.

Kuthabatha iyure

Ezona zinto ziboniswayo

Kuguqulelwa iincwadi ezithetha ngeBhayibhile ngesiAbbey, isiAttié, isiBaoulé, isiBété, isiGouro, isiGuéré nesiYacouba. Kurekhodwa iincwadana ezinemifanekiso needrama ngeelwimi ezahlukahlukeneyo.

Zikhuphelele incwadana yabakhenkethi.