Yiya kwinkcazelo

Ukuthorisha EBheteli

Siyakumema ukuba uzokuthorisha kwii-ofisi zethu, ezaziwa ngokuba yiBheteli. Kwezinye ii-ofisi zethu ungakwazi ukuthorisha kungekho mntu ukuncedisayo.

Ukuthorisa KumaSebe Kuphinda Kuvumeleke: Kumazwe amaninzi, kuza kuphinda kuqaliswe ukuthorishwa ngoJuni 1, 2023. Ukuze wazi ezinye iinkcukacha, thetha nesebe ofuna ukuya kulo. Ukuba unekhorona, ingqele okanye kubonakala ngathi unefiva, okanye ukuba ubukhe wadibana nomntu ekuye kwathiwa unekhorona, sicela ungezi.

ECuba

Ave. 15 #4608 e/ 46 y 48

PLAYA, LA HABANA

CUBA

+53 7 204 7598

+53 7 204 1026

Ukukhenketha eBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-9:00 a.m. ukusa ku-11:⁠00 a.m. nango-2:00 p.m. ukusa ku-4:00 p.m.

Kuthabatha iyure

Ezona zinto ziboniswayo

Kuguqulelwa iincwadi ezisekelwe eBhayibhileni ngoLwimi Lwezandla LwaseCuba. Ijongene nomsebenzi wamaNgqina KaYehova ayi-??? aseCuba.