Yiya kwinkcazelo

Ukuthorisha EBheteli

Siyakumema ukuba uzokuthorisha kwii-ofisi zethu, ezaziwa ngokuba yiBheteli. Kwezinye ii-ofisi zethu ungakwazi ukuthorisha kungekho mntu ukuncedisayo.

Ukuthorisa KumaSebe Kuphinda Kuvumeleke: Kumazwe amaninzi, kuza kuphinda kuqaliswe ukuthorishwa ngoJuni 1, 2023. Ukuze wazi ezinye iinkcukacha, thetha nesebe ofuna ukuya kulo. Ukuba unekhorona, ingqele okanye kubonakala ngathi unefiva, okanye ukuba ubukhe wadibana nomntu ekuye kwathiwa unekhorona, sicela ungezi.

EHong Kong

Watch Tower Bible and Tract Society

22/F, 1 Hung To Road,

Kwun Tong,

KOWLOON, HONG KONG

+852 3950-3500

Ukukhenketha EBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-8:30 a.m. ukusa ngo-11:00 a.m. nango-1:15 p.m. ukusa ku-4:00 p.m.

Kuthabatha imizuzu engama-45

Ezona zinto ziboniswayo

Kuguqulelwa iincwadi ezithetha ngeBhayibhile ngesiTshayina (Esiqhelekileyo neSenziwe lula). Kwenziwa neempapasho ezirekhodiweyo ngesiTshayina (isiCantonese) kunye neevidiyo ezirekhodiweyo ngeNtetho Yezandla YaseHong Kong.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha eBheteli.