Yiya kwinkcazelo

Ukuthorisha EBheteli

Siyakumema ukuba uzokuthorisha kwii-ofisi zethu, ezaziwa ngokuba yiBheteli. Kwezinye ii-ofisi zethu ungakwazi ukuthorisha kungekho mntu ukuncedisayo.

Ukuthorisa KumaSebe Kuphinda Kuvumeleke: Kumazwe amaninzi, kuza kuphinda kuqaliswe ukuthorishwa ngoJuni 1, 2023. Ukuze wazi ezinye iinkcukacha, thetha nesebe ofuna ukuya kulo. Ukuba unekhorona, ingqele okanye kubonakala ngathi unefiva, okanye ukuba ubukhe wadibana nomntu ekuye kwathiwa unekhorona, sicela ungezi.

EJamani

Jehovas Zeugen

Am Steinfels

65618 SELTERS

GERMANY

+49 6483-41-0

Ukukhenketha eBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ku-11:00 a.m. nango-1:00 p.m. ukusa ku-4:00 p.m.

Kuthabatha iiyure ezi-2

Ezona zinto ziboniswayo

Iofisi yesebe yaseSelters, eJamani ekuMbindi weYurophu,yalathisa umsebenzi owenziwa eOstreliya, eJamani, eLiechtenstein, eLuxembourg, naseSwitzerland. Kukho umboniso obonisa imbali yomsebenzi wamaNgqina akula mazwe akuMbindi weYurophu. Ukongezelela eli sebe liprinta lize lithumele uncwadi kumabandla angaphezu kwayi-16 000 kumazwe amalunga nayi-51.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha eBheteli.