Yiya kwinkcazelo

Ukuthorisha EBheteli

Siyakumema ukuba uzokuthorisha kwii-ofisi zethu, ezaziwa ngokuba yiBheteli. Kwezinye ii-ofisi zethu ungakwazi ukuthorisha kungekho mntu ukuncedisayo.

Ukuthorisa KumaSebe Kuphinda Kuvumeleke: Kumazwe amaninzi, kuza kuphinda kuqaliswe ukuthorishwa ngoJuni 1, 2023. Ukuze wazi ezinye iinkcukacha, thetha nesebe ofuna ukuya kulo. Ukuba unekhorona, ingqele okanye kubonakala ngathi unefiva, okanye ukuba ubukhe wadibana nomntu ekuye kwathiwa unekhorona, sicela ungezi.

EJapan

Watch Tower Bible and Tract Society

4-7-1 Nakashinden

EBINA CITY

KANAGAWA-PREF

243-0496

JAPAN

+81 46-233-0005

Ukukhenketha EBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ku-11:00 a.m. nango-1:00 p.m. ukusa ku-4:00 p.m.

Kuthabatha iiyure ezi-2

Ezona zinto ziboniswayo

Kuprintwa izigidi ezili-15 zeeBhayibhile, iincwadi neencwadana ezinemifanekiso kunye namaphephancwadi angaphezu kwezigidi ezili-100 nyaka ngamnye. Kuthunyelwa iitoni zeencwadi namaphephancwadi ezingama-5 700 ngeelwimi ezili-150 nyaka ngamnye.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha eBheteli.