Yiya kwinkcazelo

Ukuthorisha EBheteli

Siyakumema ukuba uzokuthorisha kwii-ofisi zethu, ezaziwa ngokuba yiBheteli. Kwezinye ii-ofisi zethu ungakwazi ukuthorisha kungekho mntu ukuncedisayo.

Ukuthorisa KumaSebe Kuphinda Kuvumeleke: Kumazwe amaninzi, kuza kuphinda kuqaliswe ukuthorishwa ngoJuni 1, 2023. Ukuze wazi ezinye iinkcukacha, thetha nesebe ofuna ukuya kulo. Ukuba unekhorona, ingqele okanye kubonakala ngathi unefiva, okanye ukuba ubukhe wadibana nomntu ekuye kwathiwa unekhorona, sicela ungezi.

EKenya

Elgeyo Marakwet Rd

Kilimani area near Adams Arcade

NAIROBI

KENYA

+254 20-387-3211

+254 20-387-3212

+254 20-387-3213

Ukukhenketha EBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ku-11:00 a.m., ngo-1:00 p.m. ukusa ku-4:00 p.m.

Kuthabatha iyure nemizuzu engama-30

Ezona zinto ziboniswayo

Kwalathiswa umsebenzi wokuguqulela iiBhayibhile ngeelwimi ezilushumi, kunye neNtetho Yezandla yaseKenya. Kwenziwa iimpapasho ezirekhodiweyo ngeelwimi zasekuhlaleni. Kuxhaswa nemisebenzi yamaNgqina kaYehova eyenziwayo kumazwe aliqela angqonge eli sebe.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha.