Yiya kwinkcazelo

Ukuthorisha EBheteli

Siyakumema ukuba uzokuthorisha kwii-ofisi zethu, ezaziwa ngokuba yiBheteli. Kwezinye ii-ofisi zethu ungakwazi ukuthorisha kungekho mntu ukuncedisayo.

Ukuthorisa KumaSebe Kuphinda Kuvumeleke: Kumazwe amaninzi, kuza kuphinda kuqaliswe ukuthorishwa ngoJuni 1, 2023. Ukuze wazi ezinye iinkcukacha, thetha nesebe ofuna ukuya kulo. Ukuba unekhorona, ingqele okanye kubonakala ngathi unefiva, okanye ukuba ubukhe wadibana nomntu ekuye kwathiwa unekhorona, sicela ungezi.

ESolomon Islands

Lot 3142

Panatina Village

HONIARA

SOLOMON ISLANDS

+677 22241

Ukukhenketha EBheteli

NgoMvulo ukusa NgoLwesihlanu

Ngo-8:00 a.m. ukusa ngo-11:00 a.m. nango-1:00 p.m. ukusa ku-4:00 p.m.

Kuthabatha iyure

Ezona zinto ziboniswayo

Kuguqulelwa iincwadi zeBhayibhile ngeelwimi ezintandathu.

Zikhuphelele incwadana yokukhenketha.