Yiya kwinkcazelo

Turkmenistan

Izinto Ezibalulekileyo Ezenzeke ETurkmenistan

Izinto Ezibalulekileyo Ezenzeke ETurkmenistan
  1. NGO-OKTOBHA 22, 2014—Iqela likarhulumente likhulula amaNgqina ayi-8 awayevalelwe engenatyala

  2. NGOAGASTI 21, 2008—AmaNgqina kaYehova afaka isicelo sokubhaliswa ngokusemthethweni, ibe urhulumente akakachazi ukuba uyasamkela

  3. NGOMEYI 18, 1992—Urhulumente ukhupha umthetho wamalungelo abantu

  4. NGO-OKTOBHA 27, 1991—ITurkmenistan iba lilizwe lenkululeko

  5. Ngoo-1980—Kuqaliswa ukuthethwa ngomsebenzi wamaNgqina kaYehova eAshgabat