Yiya kwinkcazelo

EFinland

 

2018-01-23

EFINLAND

AmaNgqina KaYehova Aphinde Ashumayela ETurku, EFinland

Emva nje kokuhlasela kwabagrogrisi eTurku, eFinland, abasemagunyeni kweso sixeko bamkela amaNgqina KaYehova emarikeni njengoko ayezokushumayela.

2017-10-31

EFINLAND

AmaNgqina KaYehova Athuthuzela Abantu Emva Kohlaselo Olwenzeke ETurku, EFinland

Ukukhawuleza kweofisi yesebe ukuthumela abameli bayo emva kolu hlaselo, kuye kwawathuthuzela amaNgqina nabantu abangengawo abothukileyo.