Izinto Ezibalulekileyo Ezenzeke EIndia
NGOJANUWARI 27, 2014—IKomishoni Yamalungelo Abantu iKarnataka iyangqina ukuba amapolisa aye awaphatha kakubi amaNgqina yaza yayalela ukuba ahlawulwe
NGOMATSHI 2002—AmaNgqina asa iofisi yawo eBangalore ukuze abe nendawo eyaneleyo yokusebenza
NGO-2002—Ukuhlaselwa kwamaNgqina kaYehova kuyanda
NGOAGASTI 11, 1986—INkundla Ephakamileyo yaseIndia yenza isigqibo esibalulekileyo ngenkululeko yokuthetha kwityala leNgqina uBijoe Emmanuel v. State of Kerala
NGOMATSHI 7, 1978—AmaNgqina abhaliswa ngokusemthethweni njengokuba yiWatch Tower Bible and Tract Society yaseIndia
NGOJANUWARI 26, 1950—I-India yamkela umthetho omtsha njengokuba ililizwe elizimeleyo
NGODISEMBA 9, 1944—Urhulumente uyayeka ukuvala iincwadi zamaNgqina KaYehova
NGOJUNI 14, 1941—Urhulumente uvala iincwadi zamaNgqina kaYehova
NGO-1926—AmaNgqina aba neofisi eBombay
NGO-1905—AmaNgqina KaYehova aqalisa iintlanganiso ibe ayashumayela