EJamani
AmaNgqina KaYehova AseJamani Afumene Imvume Esemthethweni Yokukhonza Ngokukhululekileyo
Emva kweminyaka engaphezu kweyi-26, amaNgqina KaYehova aseJamani avunyelwe ukuba akhonze ngokukhululekileyo njengezinye iinkonzo ezinkulu zaseJamani
Iinkundla ZaseJamani Zijonga Iindibano ZamaNgqina KaYehova Njengeeholide Zonqulo
Iinkonzo zamaNgqina KaYehova ezibakho minyaka le zijongwa njengeeholide zonqulo ibe zivumela abazali basebenzise ilungelo labo lokufundisa abantwana babo ngoThixo.
Abasemagunyeni Bathwesa Imbasa Utata Nonyana Ngokusindisa Amadoda Amathathu Kwimoto Evuthayo
INgqina likaYehova uAndreas Bonk, nonyana wakhe uJorim bathweswa iimbasa ngenxa yesibindi ababa naso nokucingela abanye abantu.
Isikhumbuzo SaseSachsenhausen Sokukhumbula INgqina LikaYehova Elabulawa NgamaNazi
NgoSeptemba 16, 2014, iBrandenburg Memorials Foundation iza kuba nomsitho wokukhumbula iminyaka eyi-75 wabulawayo uAugust Dickmann kwinkampu yoxinaniso yaseSachsenhausen. Wayengumntu wokuqala ukungavumi ukuya emkhosini ngenxa yesazela sakhe owabulawa ngamaNazi eJamani kwiMfazwe Yehlabathi II.
URichard Rudolph, Owayevalelwe Kwiinkampu Zoxinaniso, Uswelekele EJamani Ena-102
URichard Rudolph liNgqina elanyamezela iminyaka engaphezu kweyi-19 lithothoza ezintolongweni zamaNazi nezamaKomanisi ngenxa yeenkolelo zakhe.
Kutyhilwa Ilitye Lesikhumbuzo LeNgqina Elasinda Ekubulaweni Kabuhlungu EJamani
Yintoni eyanceda uMax Liebster, omnye wamaNgqina kaYehova, anyamezele iminyaka emihlanu kwiinkampu zoxinaniso zamaNazi.
INgqina LikaYehova Linikwa Imbasa EJamani
UMathilde Hartl wanikwa imbasa, isipho esikhulu yiNkulumbuso yaseBavaria esinikwa abantu abazinikeleyo.