Yiya kwinkcazelo

AGASTI 14, 2020
ELEBANON

Uqhushumbo Olukhulu EBeirut, EseLebanon

Uqhushumbo Olukhulu EBeirut, EseLebanon

NgoAgasti 4, 2020, kwenzeke uqhushumbo olukhulu eBeirut, idolophu enkulu yaseLebanon. Kuye kwasweleka abantu abaninzi ibe abanye bonzakele, nezinye izinto kule dolophu zimoshakele. Amakhaya amaninzi abazalwana noodadewethu nawo amoshakele. Okubuhlungu kukuba nabanye abazalwana noodade bonzakele kodwa ke abaswelekanga.

Siyazi ukuba uThixo wethu onothando uza kuqhubeka ebanceda abakhonzi bakhe.​—2 Samuweli 22:3.