Yiya kwinkcazelo

AGASTI 6, 2020
EMERIKA

INkanyamba UHanna Yenze Umonakalo ETexas

INkanyamba UHanna Yenze Umonakalo ETexas

Indawo

ETexas, eUnited States

Intlekele

  • Inkanyamba uHanna yokuqala yenzeke ngoJulayi 25, 2020 eTexas. Kuye kwakho izikhukhula aze amanzi olwandle amaninzi ngendlela engaqhelekanga

  • UHanna yinkanyamba yokuqala kulo nyaka kwiinkanyamba ezidla ngokwenzeka kwiAtlantic

Izinto ezenzeke kubazalwana noodadewethu

  • Abazalwana ababini bonzakele kancinci

  • Abavakalisi abayi-193 kuye kwanyanzeleka ukuba bashiye amakhaya abo

Izakhiwo Ezimoshakeleyo

  • Amakhaya ayi-347 abazalwana bethu achaphazelekile nje kancinci

  • Kanti ayi-31 wona amoshakele kakhulu

Indlela abancedwa ngayo

  • Abaveleli beziphaluka basebenza kunye nabadala ukuze bathuthuzele baze bancede abazalwana noodade ngezinto abazidingayo

Simbulela kakhulu uYehova ‘onguThixo wayo yonke intuthuzelo,’ ngokunceda abazalwana noodadewethu abaseTexas kweli xesha linzima kangaka.​—2 Korinte 1:3, 4.