EMerika
Ukuvulwa KweKomkhulu Lehlabathi EWarwick: Incoko NoWilliam Hoppe
‘Icocekile le ndawo ibe iWarwick yeyona ndawo ikhuselekileyo kwendakha ndasebenza kuzo.’
Ukuvulwa KweKomkhulu Lehlabathi EWarwick: Incoko NoIngrid Magar
‘Ndiyakuvuyela oko kwenzeka kwisiza saseWarwick. Yindawo entle ibe niyenze yantle kakhulu. Siyakuvuyela ukuba nabamelwane abanini.’
Ukuvulwa KweKomkhulu Lehlabathi LamaNgqina Elitsha Kutsale Umdla Wabantu Abaninzi
Kuthethwa kakhulu ngabantu ebebezile abangaphezu kwabo bebezile ngoxa bekuvulwa isakhiwo kwiveki edlulileyo nangezinto ezithethwa ngabamelwane ngesakhiwo esigqityiweyo.
AmaNgqina Asithengisile Isakhiwo Sawo Esise-107 EColumbia Heights, Ebesikade Silikomkhulu Lawo Nesinembali EBrooklyn
Esi sakhiwo besilikhaya kumaNgqina kaYehova asebenza kwikomkhulu lehlabathi kangangeminyaka engaphezu kweyi-50.
Abantu Abaphantse Babe Yi-400 Baye Batyelela Ikomkhulu Lehlabathi Elitsha LamaNgqina KaYehova
AmaNgqina KaYehova abizele abamelwane awo kuvulo lwesakhiwo ukuze ababulele kunye nabanye ngokubaxhasa xa ebesakha ikomkhulu lehlabathi elitsha.
AmaNgqina KaYehova Azithengisile IZakhiwo ZeKomkhulu Lawo EziseBrooklyn
NgoAgasti 3, 2016, AmaNgqina KaYehova athengisa ngokusemthethweni izakhiwo zawo azise-25/30 Columbia Heights, ukulungiselela ukufudukela eWarwick, eNew York.
AmaNgqina KaYehova Athengisa Umzi Wawo OseBrooklyn Heights Esekukudala Ukho
AmaNgqina athengise esinye sezona zakhiwo zawo awasithenga xa ayefudukela eBrooklyn ngo-1909.
AmaNgqina KaYehova Aqalisa Iindibano Zengingqi Ezinomxholo Othi “Yiba NjengoYesu!” Kwizixeko Eziyi-11 EMerika
Iindibano zengingqi ziyaqala kule veki eKhalifoniya, eHawaii, eMaine, eMassachusetts, eNew Jersey, eNew York, eOregon, naseWisconsin. Iindibano ezimalunga neziyi-5 000 kumazwe ayi-92 ziza kuqhuba de ibe nguJanuwari 2016.
AmaNgqina KaYehova Avula Iofisi Yokuguqulela YeNtetho Yezandla YaseMerika EFlorida
AmaNgqina KaYehova afudusele iqela labaguquleli beNtetho Yezandla YaseMerika eFort Lauderdale, eFlorida, eMerika, isixeko esinabantu abaninzi nabahlukahlukeneyo abasebenzisa iNtetho Yezandla YaseMerika.
UDorothy Covington, Umfazi Wegqwetha Lenkululeko UHayden Covington, Usweleke Eneminyaka Eyi-92
Njengomncedisi wezomthetho, uDorothy wancedisa uHayden Covington noVictor Schmidt ekukhuseleni inkululeko yamaNgqina KaYehova kwiminyaka yee-1940 neyee-1950.
AmaNgqina Afumana Iimbasa Ngenxa Yokwakha Ngendlela Engayonakalisiyo Indalo
Izakhiwo ezibini ezakhiwe ngamaNgqina KaYehova eWallkill, eNew York, zafumana eyona mbasa iphezulu yeGreen Globes.
ULillian Gobitas Klose, Umfundi Oyintombazana Owayekwityala LeNkundla Ephakamileyo Ngo-1940, Usweleke Ena-90
Isigqibo sakhe sokungakhahleli flegi samsa kwiNkundla Ephakamileyo yaseMerika.