Yiya kwinkcazelo

EPALESTINA

Izinto Ezibalulekileyo Ezenzeke Kwiindawo ZasePalestine

Izinto Ezibalulekileyo Ezenzeke Kwiindawo ZasePalestine
  1. NGOJANUWARI 2014—Abasemagunyeni basePalestine bade babenzela izatifiketi zokuzalwa abantwana bamaNgqina, emva kokungavumi amaxesha amaninzi

    FUNDA NEZINYE IZINTO

  2. NGO-OKTOBHA 2, 2013—INkundla Ephakamileyo YaseRamallah ayisamkelanga isicelo sokusibhalisa ngokusemthethweni

  3. NGOSEPTEMBA 20, 2010—Kwaphinda kwathunyelwa isicelo sokubhaliswa ngokusemthethweni; kwakungekaphendulwa

  4. NGOAGASTI 4, 1999—Kwathunyelwa isicelo sokubhaliswa kwinkokheli yabasemagunyeni basePalestine kodwa asamkelwa

  5. Ngo-1967—Amabandla amabini akwindawo yaseJordan adityaniswa neliseWest Bank kwaSirayeli

  6. Ngo-1948—Ngenxa yemfazwe, amabandla okuqala amabini asePalestine aseJordan

  7. Ngo-1920—ERamallah kubakho ibandla lokuqala lamaNgqina kaYehova

  8. Ngo-1891—UCharles T. Russell, owayengowokuqala ukukhokela iWatch Tower Society, waya ePalestine