Yiya kwinkcazelo

Umzalwana uSergey Chechulin nenkosikazi yakhe, uYelena

MATSHI 19, 2024 | IHLAZIYWE: NGOAPRILI 23, 2024
ERASHIYA

INGXELO—UMZALWANA NENKOSIKAZI YAKHE BAGWETYIWE | ‘UYehova Nguye Ondithuthuzelayo’

INGXELO—UMZALWANA NENKOSIKAZI YAKHE BAGWETYIWE | ‘UYehova Nguye Ondithuthuzelayo’

NgoAprili 22, 2024, iNkundla iPetropavlovsk-Kamchatskiy yeDolophu yaseKamchatka igwebe ukuba uMzalwana uSergey Chechulin nenkosikazi yakhe uDade Yelena Chechulina. Bagwetywe iminyaka emibini. Okwangoku abazukuya etrongweni.

Ingxelo

NjengoSergey noYelena, siyalixabisa iLizwi likaThixo elisisipho esivela kuye, kuba liyasomeleza lisinike ubulumko obuza kusinceda sihlale sithembekile xa silingwa.—INdumiso 19:7.

Ixesha

  1. NgoSeptemba 25, 2022

    Kuqalisa ityala

  2. Ngo-Oktobha 17, 2022

    Ikhaya liyagqogqwa

  3. NgoSeptemba 6, 2023

    USergey kuthiwa akavumelekanga ukuba aye kwezinye iindawo

  4. NgoSeptemba 7, 2023

    UYelena kuthiwa akavumelekanga ukuba aye kwezinye iindawo

  5. NgoDisemba 26, 2023

    Kuxoxwa ityala