Yiya kwinkcazelo

UMzalwana UAndrey Shiyan

MEYI 9, 2024
ERASHIYA

“Ndajonga Ngapha Kweengxaki Zam”

“Ndajonga Ngapha Kweengxaki Zam”

Inkundla yedolophu yaseLesosibirsk kwingingqi yaseKrasnoyarsk izochaza isigwebo kungekudala kwityala likaMzalwana uAndrey Shiyan. Umtshutshisi usezocela ukuba umele afumane esiphi isigwebo.

Ingxelo

NjengoAndrey, siyathuthuzeleka size sifumane namandla kwizithembiso zikaYehova xa ‘sithembela kwilizwi lakhe’—INdumiso 119:114.

Ixesha

  1. Novemba 25, 2021

    Kugqogqwa ikhaya lakhe

  2. Aprili 11, 2023

    Kugqogqwa ikhaya lakhe kwakhona. Kuqaliswa ityala. Akavumelekanga ukuba aye kwenzinye iindawo

  3. Disemba 29, 2023

    Kuqaliswa ukuxoxwa ityala