Yiya kwinkcazelo

Udade Yelena Yurenkova

FEBRUWARI 21, 2024
ERASHIYA

Ndakhuthazwa Ngabazalwana Noodade Abaninzi

Ndakhuthazwa Ngabazalwana Noodade Abaninzi

INkundla ekwiDolophu yaseTolyatti sele iza kuchaza isigqibo ngokuphathelele ityala likaDade Yelena Yurenkova. Umtshutshisi akakasichazi isigwebo aza kuthi makanikwe sona.

Ingxelo

Siyambulela uYehova ngokuxhasa uYelena nabo bonke abanyamezela intshutshiso njengoko ‘simkhonza simanyene.’—Zefaniya 3:9.

Ingxelo

  1. Meyi 15, 2023

    Kuqalisa ityala

  2. Meyi 16, 2023

    Kugqogqwa ikhaya lakhe. Ubuzwa imibuzo aze angavunyelwa ukuba aye kwezinye iindawo

  3. Juni 5, 2023

    Ufunyaniswa enetyala

  4. Agasti 23, 2023

    Kuxoxwa ityala