Yiya kwinkcazelo

APRILI 23, 2014
ERASHIYA

Akunqulwa Ngokukhululekileyo ERashiya

Akunqulwa Ngokukhululekileyo ERashiya

Abasemagunyeni baseRashiya eTaganrog baye bawatyabeka ngezityholo amaNgqina kaYehova. Zibangelwe yintoni zonke ezi zityholo? Ngaba iRashiya iza kufana neentsuku zangaphambili?