Izinto Ezibalulekileyo EUkraine
NGOJUNI 23, 2015—INkundla Ephakamileyo Ekhethekileyo YaseUkraine ikhusela abo banesazela esingabavumeliyo ukuba baye emkhosini
NGOSEPTEMBA 26, 2012—INkundla Ephakamileyo inqanda abasemagumanyeni abafuna ukuthatha isakhiwo seofisi yesebe ngokungekho semthethweni
NGOSEPTEMBA 1998—AmaNgqina akha iofisi yesebe entsha eLviv
NGOFEBRUWARI 28, 1991—AmaNgqina kaYehova abhaliswa ngokusemthethweni
NGOSEPTEMBA 30, 1965—ISoviet ikhulula onke amaNgqina eluvalelweni eSiberia
NGOAPRILI 8, 1951—Urhulumente wavalela amaNgqina ayi-6 100 asentshona Ukraine eSiberia
NGOAGASTI 1949—Urhulumente weSoviet akawavumeli amaNgqina ukuba afumane isicelo sokubhaliswa
NGO-1939—Urhulumente olawulayo watshutshisa kabuhlungu wavalela amaNgqina kwiNtshona Ukraine, wavala nomsebenzi wabo
NGO-1926—AmaNgqina avula iofisi yokuqala eLviv
NGO-1911—AmaNgqina kaYehova aqalisa iintetho zeBhayibhile eLviv