KwiiPhilippines
AmaNgqina Alungiselela Ukuphinda Akhe Emva KweNkanyamba Enkulu
AmaNgqina KaYehova ancedisa kumsebenzi oqhubekayo wokulungisa izindlu ezininzi ezintlithwe yiNkanyamba kwiiPhilippines ngasekupheleni kuka-2016.
Amaxhoba ENkanyamba Anezindlu Ezintsha
AmaNgqina kaYehova aqalisa umsebenzi omkhulu wokwakha izindlu ezimalunga neziyi-750 ezibhodlozwe yiNkanyamba uHaiyan.
INKCAZELO EYONGEZELELEKILEYO: AmaNgqina KaYehova Alungiselela Ukunceda Emva KweSitshingitshane Esikhulu UHaiyan
Kunikelwa uncedo kwiiPhilippines. Olu ncedo luquka amavolontiya kunye nezinto zokunceda ezingaphezu kweetoni eziyi-190.
INkanyamba Enkulu UHaiyan Intlitha UMbindi WePhilippines
Inkanyamba enkulu ibulele abantu abaninzi yaza yonakalisa namakhaya abantu. AmaNgqina kaYehova asebenzisana namagunya asekuhlaleni ukuze ancede ngexesha lentlekele.
IiPhilippines Zidlakazwe YiNkanyamba UBopha
NgoDisemba 4, 2012, iNkanyamba uBopha yabulala abantu abangaphezu kwe-1 000 kwaza kwafuduswa abangaphezu kwe-970 000. AmaNgqina kaYehova ayaqhubeka enceda amaxhoba entlekele.