Yiya kwinkcazelo

JUNI 28, 2013
IINDABA ZASEHLABATHINI LONKE

IWatchtower ONLINE LIBRARY

IWatchtower ONLINE LIBRARY

IWatchtower ONLINE LIBRARY ngoku ifumaneka ngeelwimi eziyi-100. Le ndlela yokuphanda inceda abantu bazifumane lula iimpapasho zamaNgqina kaYehova, kwaye bakwazi ukuthelekisa iivesi zeBhayibhile okanye bafumane amanqaku ngeelwimi ezahlukeneyo.