Iindaba Zasehlabathini Lonke
Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2022 #8
Omnye wabazalwana beQumrhu Elilawulayo usikhuthaza ukuba sikulungele ukutshintsha xa inqwelo kaYehova isiya phambili.
Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2022 #7
Omnye wabazalwana beQumrhu Elilawulayo usikhuthaza ukuba xa sibona ingozi singalibasizi.
Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2022 #6
Omnye wabazalwana beQumrhu Elilawulayo uthetha ngezinto ezisandokwenzeka aze achaze umxholo wonyaka ka-2023.
Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2022 #5
Ilungu leQumrhu Elilawulayo lisibalisela ngento encede abazalwana abakumazwe awayekade eyiSoviet Union banyamezela intshutshiso lize lisiqinisekise ukuba uYehova uza kusoloko esixhasa.
Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo ka-2022 #3
Umzalwana okwiQumrhu Elilawulayo uthetha ngezinto ezinokusinceda ukuba singabi nexhala kakhulu ngemfazwe ekwiMpuma Yurophu.
Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2022 #2
Ilungu leQumrhu Elilawulayo lichaza indlela abazalwana noodade wethu abathembeke ngayo nangona betshutshiswa.
Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2022 #1
Umzalwana okwiQumrhu Elilawulayo usikhuthaza ukuba sihlale sizilumkele izinto ezinokumosha ubuhlobo bethu noYehova.
Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2021 #10
Umzalwana okwiQumrhu Elilawulayo uthetha ngezinto ezidibene nobhubhani aze acebise ngokuba sinokulisebenzisa njani ixesha lethu kakuhle.
Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2021 #9
Umzalwana weQumrhu Elilawulayo uyasikhuthaza aze asibalisele ngendlela eliqhuba ngayo ilungiselelo lokuba amanye amabandla adibane kwiiholo zoBukumkani.
Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2021 #8
Ingxelo eyenziwa ngumzalwana weQumrhu Elilawulayo nomxholo wonyaka ka-2022