Iindaba Zasehlabathini Lonke
Ingxelo Emva KweNkanyamba UIrma
Inkcazelo evela kwiiofisi zesebe eBarbados, eDominican Republic, eFransi naseMerika.
Iindibano ZamaNgqina Ziyaqala
AmaNgqina KaYehova amema abantu ukuba baye kwindibano yawo yeentsuku ezintathu enomxholo othi “Unganikezeli!” eqala ngoMeyi 19, 2017.
AmaNgqina Alungiselela Indibano Yengingqi ka-2016 Yokungagungqi Ekukhonzeni UYehova
AmaNgqina kaYehova aza kuba nendibano yengingqi ka-2016 enomxholo othi “Ungagungqi Ekukhonzeni UYehova!” Iindibano zengingqi ehlabathini lonke. Bonke abantu bayamenywa ukuba beze kule ndibano yasimahla yeentsuku ezintathu.
Ehlabathini Lonke AmaNgqina KaYehova Amema Abantu Abangakumbi KwiSikhumbuzo Sokufa KukaKristu
AmaNgqina kaYehova aza kuba nephulo ehlabathini lonke lokumema abantu kwisikhumbuzo sokufa kukaKristu, esiza kuba ngoMatshi 23, 2016.
AmaNgqina KaYehova Azisa Ngeendibano Zawo Zengingqi Zika-2015 Eziza Kuqala NgoMeyi
Iindibano zengingqi zika-2015 zamaNgqina KaYehova ezinomxholo othi “Yiba NjengoYesu!” ziza kubonisa indlela wonk’ umntu anokuncedakala ngayo ngokuba njengoYesu. Ezi ndibano ziza kuba phakathi kukaMeyi 2015 noJanuwari 2016 ehlabathini lonke.
Kusenokubakho Izigidi Eziyi-20 Kwisiganeko SamaNgqina Saminyaka Le
AmaNgqina KaYehova asehlabathini lonke aza kube emema abantu abaninzi kangangoko kunokwenzeka kwiSikhumbuzo sokufa kukaYesu, esingoAprili 3, 2015.
AmaNgqina KaYehova Azikhusela KwiEbola
AmaNgqina kaYehova afundisa amalungu awo ngeengozi zentsholongwane ye-Ebola, indlela edluliselwa ngayo, nezinto ezifanele zenziwe ukuze inganwenwi.
AmaNgqina Azisa NgeWebhsayithi Efumaneka Ngeelwimi Ezininzi, I-JW.ORG
NgoAgasti, ehlabathini lonke amaNgqina kaYehova aqalise ukusasaza iphecana elitsha elazisa nge-jw.org elithi, Sinokuzifumana Phi Iimpendulo Zemibuzo Ebalulekileyo Ngobomi?
AmaNgqina KaYehova Aqalisa Iindibano Zezizwe Ngezizwe
Indibano yokuqala yezizwe ngezizwe yamaNgqina kaYehova ka-2014/2015 iza kuqalisa kusasa ngoLwesihlanu, ngoJuni 6, 2014, eFord Field eDetroit, eMichigan, eMerika. Iintetho ezithile ziza kusasazwa ngevidiyo kwezinye iindawo kwaseMerika.
AmaNgqina KaYehova Azisa Ngeendibano Zezizwe Ngezizwe
Ukususela ngoJuni 2014 ukusa ngoJanuwari 2015, amaNgqina kaYehova aza kuba nendibano yezizwe ngezizwe yeentsuku ezintathu kumazwe asithoba awahlukahlukeneyo.
Oko Kuthethwa Ziingcali Zomthetho
Ukungavumi ukuya emkhosini ngenxa yeenkolelo kulilungelo loluntu phantse kuwo onke amazwe. Bukela ukuba zithini iingcali ngalo mba.
Uswelekile UGuy H. Pierce, Obelilungu LeQumrhu Elilawulayo LamaNgqina KaYehova
Usebenze kwiikomiti ezahlukahlukeneyo ezivelela imisebenzi enento yokwenza namaNgqina nomsebenzi wawo wokufundisa ngeBhayibhile owenziwa ehlabathini lonke.
AmaNgqina KaYehova Aqalise Iphulo Elenziwa Ehlabathini Lonke Lokumemela Abantu KwiSikhumbuzo Sokufa KukaKristu
Izigidi zamaNgqina kaYehova zikwiphulo leentsuku eziyi-24 lokumemela abantu eSikhumbuzweni sokufa kukaKristu.
AmaNgqina kaYehova Enza INguqulelo Yehlabathi Elitsha Enamagama Amakhulu
INguqulelo Yehlabathi Elitsha enamagama amakhulu ehlaziyiweyo ka-2013 iye yenziwa ukuze isigidimi seBhayibhile sifikelele abantu abaninzi.