Nkqaya INdumiso 133:1
Emva kokucula ingoma 20, fakela umbala kweli phepha uze unkqaye iNdumiso 133:1 ukuze ukhumbule isizathu sokuba zibalulekile iintlanganiso.
Mhlawumbi Ungayithanda Nale
YIBA NGUMHLOBO KAYEHOVA
Sikelela Ukuhlanganisana Kwethu (Ingoma 20)
Cula uze ubukele oko kwenziwa ngabanye babahlobo bakho ukuze babekho rhoqo kwiintlanganiso zamaKristu.
IZINTO EZIFUNDISWA YIBHAYIBHILE
Imidlalo Yabantwana
Sebenzisa le midlalo ukuze ufundise abantwana bakho basondele kuYehova.