Umntu Endinguye
Ungubani? Zeziphi ezona zinto zibalulekileyo kuwe? Ukuzazi kakuhle ezi zinto kuza kukunceda ukwazi ukuzenzela izigqibo ebomini bakho, endaweni yokuvumela abanye bakulawule.
My Character
Ndingubani?
Xa uqinisekile ngendlela ophila ngayo, ngezinto ozenza kakuhle, ngezinto ongakwaziyo ukuzenza, nangezinto ozimisele ukuzenza, uza kusoloko ukwazi ukwenza izigqibo ezifanelekileyo xa unyanzelwa ukuba wenze into.
Umntu Endinguye
Ukwazi impendulo kungakunceda xa unengxaki.
Kutheni Kufuneka Ndikuphephe Ukufana Nabantu Abadumileyo? Inxalenye 1: Yeyamantombazana
Ulutsha oluninzi lucinga ukuba luphila ubomi balo kodwa aluziboni ukuba sele lulinganisa abantu abadumileyo xa lusenza izinto.
Kutheni Kufuneka Ndikuphephe Ukufana Nabantu Abadumileyo?—Inxalenye 2: Le Nxalenye Yeyabafana
Ngaba ukwenza izinto ngendlela eyahlukileyo kuza kukwenza ungathandwa ngabanye?
Ndinokuthenjwa Kangakanani?
Olunye ulutsha lunikwa inkululeko engakumbi kunolunye. Yintoni ebangela kube njalo?
Kutheni Ndifanele Ndinyaniseke?
Ngaba abantu abanganyanisekanga bayaphumelela?
Kutheni Ufanele Ube Nenyani?
Ngaba ukuze izinto zikuhambele kakuhle kufuneka uxoke? Khawujonge ukuba kunceda njani ukuba nenyani.
Unyaniseke Kangakanani?
Zihlole ngezi nxalenye zintathu.
Uza Kuthini Xa Izinto Zitshintsha
Asinakulubaleka utshintsho. Khawubone ukuba abanye benze ntoni xa bekuvela utshintsho.
Unokukwamkela Njani Ukulungiswa?
Icebiso okanye isiluleko esibuhlungu sinokukunceda njani?
Ndenze Njani Xa Ndilungiswa?
Abanye abantu abasebatsha kuthiwa banochuku, kuba bakhawuleza bacaphuke xa belungiswa nokuba kungento encinci. Unjalo nawe?
Ndingasiqeqesha Njani Isazela Sam?
Isazela sakho sichaza wena ukuba ungubani nokuba umela ntoni. Sithini ngawe isazela sakho?
Yintoni Umkhethe?
Kudala abantu besosuleleka ngumkhethe. Funda eBhayibhileni ukuze uqiniseke ukuba awukhuli entliziyweni yakho.
Ndingayeka Njani Ukuzenza Umntu Endingenguye?
Iindlela ezine ezinokukunceda uyeke ukuziphatha ngolu hlobo.
Indlela Yokumelana Nengcinezelo Yoontanga
Ingcinezelo yoontanga inokwenza abantu abalungileyo benze izinto ezimbi. Yintoni omele uyazi ngayo, yaye unokumelana nayo njani?
Melana Nengcinezelo Yoontanga!
Amanyathelo amane alula anokukunceda ube namandla okuzenzela izigqibo.
Zimele Ngokuqinileyo Izinto Ozikholelwayo!
Funda ukuba uYeremiya wancedwa yintoni ukuze akwazi ukuxelela abantu bakwaYuda ngesilumkiso esivela kuThixo.
Ndinokumkhetha Njani Umntu Endifuna Ukufana Naye?
Ukukhetha umntu ofuna ukufana naye ongumzekelo omhle kungakunceda uphephe iingxaki, wenze izinto ozimisele ukuzenza uze uphumelele ebomini. Kodwa ngumzekelo kabani omele uwuxelise?
Funa Umntu Oza Kufana Naye
Eli phepha unokubhala kulo lingakunceda umkhethe kakuhle umntu ofuna ukufana naye.
My Actions
Kutheni Ndimele Ndibancede Abanye?
Ukwenzela abanye izinto ezintle kukunceda ubuncinane ngeendlela ezimbini. Ziziphi ezo ndlela?
Indlela Endiceba Ukubanceda Ngayo Abanye
Abantu onokubanceda abakudanga. Le worksheet ineendlela ezintathu zokunceda abantu abasweleyo.
Ndingazilungisa Njani Iimpazamo Zam?
Bonke abantu bayazenza iimpazamo kodwa ayingabo bonke abafundayo kuzo.
Indlela Yokuxhathisa Izilingo
Ukukwazi ukuxhathisa izilingo kuluphawu lwamadoda namabhinqa okwenyani. Amacebiso amathandathu anokukunceda uqhubeke usenza okulungileyo nokumelana nestres esibangelwa kukunikezela.
My Appearance
Ndinjani?
Funda indlela yokulumkela iimpazamo zefashoni ezintathu ezixhaphalileyo.
Yijonge Indlela Okhangeleka Ngayo
Eli phepha unokubhala kulo, linokukunceda ukhangeleke kakuhle.
Oko Kuthethwa Lulutsha Ngenkangeleko Yalo
Kutheni kunzima ngolutsha ukuba lube nembono efanelekileyo ngendlela olukhangeleka ngayo? Yintoni enokunceda?
Ngaba Ndisoloko Ndicinga Ngendlela Endikhangeleka Ngayo?
Ukuba unengxaki nomzimba wakho, ungayilungisa njani?
Kutheni Ndizikhathaza Ngobuhle?
Ngaba akuyithandi le nto uyibona esipilini? Yintoni onokukwazi ukuyitshintsha?
Ngaba Ndifanele Ndiyenze Itattoo?
Ungasenza njani isigqibo sobulumko?
Cinga Ngaphambi Kokuba Uyenze
Kuthekani ngetattoo enomyalezo weSibhalo?