AMAPHEPHA ONOKUBHALA KUWO Unokukwazi Ukuzibamba DLALA Iphepha elinokukunceda ukwazi ukujongana namagingxigingxi obomi. Khuphela Eminye Imixholo Amaphepha Onokubhala Kuwo Abasebatsha Mhlawumbi Ungayithanda Nale ULUTSHA LUYABUZA Ndingahlala Njani Ndonwabile? Ukonwaba nokuziva uphantsi yinto eqhelekileyo kulutsha, kodwa abaninzi baye bangazi ukuba kwenzeka ntoni. Into emnandi kukuba usenokusazi isizathu sokuba uzive ngolu hlobo uze ufunde nento onokuyenza xa unale ngxaki. ULUTSHA LUYABUZA Ndinokujamelana Njani Nokungonwabi? Iindlela onokuzisebenzisa ezikweli nqaku zinokukunceda wenze izinto ezithile ukuze uphinde wonwabe. OOPOPAYI Unokuyeka Ukukhathazeka Uze Wonwabe Yintoni onokuyenza ukuba usoloko ukhathazekile? ULUTSHA LUYABUZA Ndingenza Njani Ukuze Ndingacingi Ngezinto Ezikhathazayo? Unokukwazi ukucinga ngezinto ezintle xa usenza ngale ndlela kucetyiswa ngayo apha. ULUTSHA LUYABUZA Ndingajamelana Njani Nexhala? Amacebiso amathandathu anokukunceda ukwazi ukuhlangabezana nexhala. Yithumele Yithumele Unokukwazi Ukuzibamba AMAPHEPHA ONOKUBHALA KUWO Unokukwazi Ukuzibamba IsiXhosa Unokukwazi Ukuzibamba https://cms-imgp.jw-cdn.org/img/p/502017171/univ/art/502017171_univ_sqr_xl.jpg