Yiya kwinkcazelo

Ukuqhela Ukwenza Izinto Ezimbi

Kuba lula ukuziqala, kuze kubenzima ukuziyeka! La manqaku alapha athetha ngezinto ezimbi ekunokuqheleka ukuzenza. Emva koko achaza izinto onokuzenza ukuze uziyeke ezimbi, wenze ezintle.

Ukuncokola

Ndingakunqanda Njani Ukuhleba?

Xa kuqaliswa ukuhletywa, yenza okuthile!

Ngaba Nyhani Ukuthuka Kuphosakele?

Yintoni ephosakeleyo ngokuthuka, kuqheleke kangaka nje?

Addictions

Kutheni Ndifanele Ndingayibukeli Iphonografi?

Iphonografi nokutshaya zifana ngantoni?

Kutheni Ndifanele Ndingayibukeli Iphonografi

Kutheni sifanele siphaphe xa sisebenzisa i-Intanethi?

Ngaba Ulikhoboka Lephonografi?

IBhayibhile inokukunceda uyazi kakuhle ukuba yintoni iphonografi.

Sukuvumela Ubomi Bakho Bumoshwe Kukutshaya

Abantu abaninzi bayatshaya, abanye bayekile, abanye bona basazama ukuyeka. Kutheni? Ngaba ukutshaya kurongo?

Indlela Yokuxhathisa Izilingo

Ukukwazi ukuxhathisa izilingo kuluphawu lwamadoda namabhinqa okwenyani. Amacebiso amathandathu anokukunceda uqhubeke usenza okulungileyo nokumelana nestres esibangelwa kukunikezela.

Time Management

Ngaba ndifanele ndenze izinto ezininzi ngexesha elinye?

Ngaba ungakwazi ukwenza izinto ezininzi ungaphazamiseki?

Ndinokuyeka Njani Ukuzibekela Amangomso Izinto?

Funda ngamacebiso endlela yokuyeka ukuzibekel’ amangomso izinto!

Bathini Oontanga Bakho Ngokuzibekela Amangomso Izinto

Funda ukuba olunye ulutsha luthi ziziphi iingxaki ezibangelwa kukuzilazila, kunye neengenelo zokulisebenzisa kakuhle ixesha.