Xa Unexesha Lokuziphumlela
Ukuzonwabisa kunokukuhlaziya okanye kukwenze udinwe! Funda ukuba ungalisebenzisa njani kakuhle ixesha lokuphumla ukuze uhlaziyeke.
Ngaba Ibalulekile Into Yokuba Ukhetha Umculo Onjani?
Ekubeni umculo unamandla, funda ukuwukhetha kakuhle.
Ukuncokola Ngomculo
Abazali bakho bavakalelwa njani ngohlobo lomculo owukhethayo? Uvakalelwa njani wena ngomculo wabazali bakho? Sebenzisa amaphepha onokubhala kuwo, uthelekise uze uncokole nabazali bakho.
Yintoni Endimele Ndiyazi Ngemidlalo Ye-elektroniki?
Inokuba luncedo ize iphinde ibe nezinye izinto esingakhange sizicinge.
Imidlalo Yam Ye-elektroniki
Eli phepha liza kukunceda uyihlolisise kakuhle imidlalo yakho ye-elektroniki.
Imidlalo Yevidiyo: Ngaba Nyhani Uyaphumelela?
Video games can be fun, but they also bring some risks. How can you avoid the pitfalls and be a real winner?
Into Omele Uyazi Ngemidlalo
Imidlalo ingakufundisa ubuchule njengokusebenzisana nabanye. Ngaba imidlalo imele ibe yinto yokuqala ebomini bakho?
Yintoni Endifanele Ndiyazi Ngemidlalo?
Kuhlole oko ukudlalayo, indlela odlala ngayo, nexesha olichitha xa udlala.
Ukuzonwabisa Ngeendlela Eziyingozi
Ulutsha oluninzi lonwatyiswa kukuzazi ukuba ziintoni olukwaziyo ukuzenza, ezinye zibek’ ubomi balo engozini. Ngaba nawe unjalo?
Ukuzihlaziya Nezinto Ofanele Uzenze
Ngaba ungumntu oqale afake amatye okanye ungumntu oqala agalele isanti?
Ngaba Ukusebenzelana Nemimoya Kukuzonwabisa Okungeyongozi?
Ulutsha oluninzi luye lwanomdla kwizinto ezifana nokuvumisa ngeenkwenkwezi, iidemon, ivampire nobugqwirha. Ngaba zikho izinto eziyingozi esifanele sizilumkele?
Kutheni Abazali Bam Bengandivumeli Ndonwabe?
Cinga ngesizathu sokuba bangakuvumeli, uze ubone indlela onokuphucula ngayo ukuze bavume.