Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

INGOMA 126

Hlalani Nithe Qwa, Ningagungqi

Hlalani Nithe Qwa, Ningagungqi

(1 Korinte 16:13)

  1. 1. Hlalani nithe qwa nonke.

    Hlalani ningagungqi.

    Qinani njengamadoda,

    Kuba niya koyisa.

    Sithobela uYesu Kristu,

    Yaye usinika amandla.

    (CHORUS)

    Isiphelo sesifikile!

    Yithi qwa ungagungqi!

  2. 2. Hlalani nithe qwa nonke.

    Hlalani ningagungqi.

    Landelani ukhokelo,

    Oluvela kuKristu.

    Usebenzisa abadala,

    Ngoko hlala ubathobela.

    (CHORUS)

    Isiphelo sesifikile!

    Yithi qwa ungagungqi!

  3. 3. Hlalani nithe qwa nonke.

    Hlalani ningagungqi.

    Nokuba bayasichasa,

    Shumayel’ ungayeki.

    Masazise bonke abantu

    Ngemin’ enkulu kaYehova!

    (CHORUS)

    Isiphelo sesifikile!

    Yithi qwa ungagungqi!