INGOMA 77
Masikhanyise Kwihlabathi Elisebumnyameni
-
1. Ngemihla yokugqibela,
Kukho ukukhanya.
Sinika bonke abantu
Ithemba lekamva.
(CHORUS)
Siyashumayela,
Siyalikhanyisela
Ihlabathi lonke.
Sinceda abantu,
Abangenal’ ulwazi
NgoYehova.
-
2. Sivusa abaleleyo
Limkile ixesha.
Sinika abavumayo
Ithemba lekamva.
(CHORUS)
Siyashumayela,
Siyalikhanyisela
Ihlabathi lonke.
Sinceda abantu,
Abangenal’ ulwazi
NgoYehova.
(Funda nezi: Yoh. 3:19; 8:12; Roma 13:11, 12; 1 Pet. 2:9.)