INGOMA 80
‘Ziboneleni Nizivele Ukuba UYehova Ulungile’
-
1. Siyayithanda intsimi,
Siyazimisela kuyo.
Sishumayela kubantu bonke,
Sibafundisa ngoThixo.
(CHORUS)
Uyasimema uYehova
Esithi ngeZwi lakhe:
‘Ziboneleni nizivele
Ukuba ndilungile.’
-
2. Basikelelwe kakhulu
Abo bazinikeleyo,
Abakwinkonzo yokuzincama
Yexesha elizeleyo.
(CHORUS)
Uyasimema uYehova
Esithi ngeZwi lakhe:
‘Ziboneleni nizivele
Ukuba ndilungile.’
(Funda nezi: Mar. 14:8; Luka 21:2; 1 Tim. 1:12; 6:6.)